Madibaz Confessions 2026
#MC6533
Last year student(male),ndiyamkhumbula umama ,I know if ebekhona bendingasoze ndingabinanto ,bendingasoze ndidlakazale ndingabina mpahla ,ndisokole ..I know if anything like devices imoshakele I have to find ways to buy because akekho umntu ozokundinceda . She was such an affectionate woman. uThixo wamthatha plus notata , what a year 2026.Andikwazi ukumkhulula umama ,ndiyamcinga .Kunzima