Madibaz Confessions 2026
#MC6530
Hide me please ndithethe ngalomfana avele ebantwini ukuba limene mene. Ndadibana naye last year esethi uyafika ebhayi esithi le fresha kodwa akahlali res. Wathi igama kakhe ngumfana wase Lusikisiki.We exchanged numbers sincokolo okokoko , ndamxelela ndiyajola umfana wasuke wathi okay and? Ndaqonda ukuba yhoo caba ndingxamile umfana akekho lapho. untill one day he got me to come to where he stayed e north end. He said he enjoyed my company and he’d enjoy it alot better xasihleli sobabini , I liked him so ndavuma ndaya kuye. He cooked and he had drinks okungathi he planned this whole thing. Zange ndaphekelwa before so ukumbukela epheka kwakuchukumisa ikhozo kum😭. Sabukela u netflix and had a few drinks ngelaxesha my hands were so all over him okungathi kudala sajola nam ndiyazijaja bafazi😭.I’m never clingy kodwa kwakungase ahlale athe ncaa kum. He kissed me and we went to his room umfana akadinwa tuu ndade ndathi ayingeke baby masime ngoku , ngela xesha ndisothukile because i never had sex like that before and naye he doesn’t speak much of it so I was gobsmacked after😭 . We cuddled whole night , xasivuka ekuseni ndavuka ndine mincili ndilindele lamjikelo wakusasa and umjita did things endingaziqhelanga kwakhona ndalubona uthando luphela kumntu wam wenyani ndithanda loo ngoku😭. Amandla wee pifta akafani inene.
Ndahamba ekuseni umntu wabantu akaphinde andithethise tuu. Ndamzama amaxesha amaninzi ngee fown akafukaneki tuu, lapho umntu sendithe kuye yihlo mna nawe sixabene😭. Xandiphinda ndimfownela inumber i blockiwe. Mna xandihleli nomntuwam ndicinga yena even noba siyatyana😭. Amadoda ziziNja‼️‼️‼️. Zange ndiphinde ndimbone until yesterday ndibona ii picture kulo facebook. Wayengenazo nezithathu zingaka ngelaxesha kunoba ngulosathana owamenza andenze nje ndizilungele. Watch out bafazi. Watch ukuhoya abafana kuyafana nokuzinyela
發表於: May 20, 2026, 5:15 p.m.